Genesis 32:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yathi ke yona: “Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi kodwa liya kuba nguSirayeli,+ kuba usukuzene+ noThixo kwakunye nabantu waza ekugqibeleni woyisa.” Genesis 35:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wathi uThixo kuye: “Igama lakho nguYakobi.+ Akusayi kuba sathiwa igama lakho nguYakobi, kodwa liya kuba nguSirayeli igama lakho.” Wamthiya ke igama elinguSirayeli.+ Isaya 48:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Yivani oku, ndlu kaYakobi, nina nizibiza ngegama likaSirayeli+ nabo baphume kuwo amanzi akwaYuda,+ nina bafunga ngegama likaYehova+ nabo bakhankanya uTHIXO kaSirayeli,+ kungekhona ngenyaniso nangobulungisa.+
28 Yathi ke yona: “Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi kodwa liya kuba nguSirayeli,+ kuba usukuzene+ noThixo kwakunye nabantu waza ekugqibeleni woyisa.”
10 Wathi uThixo kuye: “Igama lakho nguYakobi.+ Akusayi kuba sathiwa igama lakho nguYakobi, kodwa liya kuba nguSirayeli igama lakho.” Wamthiya ke igama elinguSirayeli.+
48 Yivani oku, ndlu kaYakobi, nina nizibiza ngegama likaSirayeli+ nabo baphume kuwo amanzi akwaYuda,+ nina bafunga ngegama likaYehova+ nabo bakhankanya uTHIXO kaSirayeli,+ kungekhona ngenyaniso nangobulungisa.+