2 Kumkani 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Yabona ndizisa intlekele+ kule ndawo nakubemi bayo,+ kwanawo onke amazwi+ ale ncwadi afundwe ngukumkani wakwaYuda;+ Daniyeli 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uwaphumezile ke amazwi akho owawathethayo nxamnye nathi+ nabagwebi bethu abasigwebayo,+ ngokusizisela intlekele enkulu eYerusalem,+ ekungazange kubekho injengayo phantsi kwamazulu ephela. Mika 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke ngenxa yenu iZiyon iya kulinywa njengentsimi nje, neYerusalem iya kuba yimfumba nje yamanxuwa,+ nentaba yendlu iya kuba njengeendawo eziphakamileyo zehlathi.
16 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Yabona ndizisa intlekele+ kule ndawo nakubemi bayo,+ kwanawo onke amazwi+ ale ncwadi afundwe ngukumkani wakwaYuda;+
12 Uwaphumezile ke amazwi akho owawathethayo nxamnye nathi+ nabagwebi bethu abasigwebayo,+ ngokusizisela intlekele enkulu eYerusalem,+ ekungazange kubekho injengayo phantsi kwamazulu ephela.
12 Ngoko ke ngenxa yenu iZiyon iya kulinywa njengentsimi nje, neYerusalem iya kuba yimfumba nje yamanxuwa,+ nentaba yendlu iya kuba njengeendawo eziphakamileyo zehlathi.