Genesis 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo. Numeri 35:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “‘Nize ningalingcolisi ilizwe enikulo; kuba ligazi elingcolisa ilizwe,+ yaye ilizwe alinakucanyangushelwa ngenxa yegazi eliphalaziweyo kulo ngaphandle kwangegazi lalowo uliphalazileyo.+ 2 Kumkani 24:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 nangenxa yegazi elimsulwa+ awaliphalazayo, kangangokude azalise iYerusalem ngegazi elimsulwa, yaye uYehova akazange avume ukuxolela.+ IMizekeliso 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngamehlo aziphakamisayo,+ lulwimi oluxokayo,+ nezandla eziphalaza igazi elimsulwa,+ Isaya 59:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba iintende zenu zingcoliswe ligazi,+ neminwe yenu sisiphoso. Imilebe yenu ithethe ubuxoki.+ Ulwimi lwenu ludumzela intswela-bulungisa.+ Yeremiya 2:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Emibhinqweni yakho kufunyenwe amabala egazi lemiphefumlo+ yamahlwempu amsulwa.+ Andiwafumananga kwisenzo sokuqhekeza, kodwa akuyo yonke le.+ Mateyu 23:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 yaye nithi, ‘Ukuba sasikho ngemihla yookhokho bethu, sasingayi kuba nasabelo nabo kwigazi labaprofeti.’+ Hebhere 11:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Baxulutywa ngamatye,+ balingwa,+ banqunqwa ngesarha, bafa+ ngokubulawa ngogonyamelo ngekrele, babehambahamba ngeemfele zeegusha,+ ngeemfele zeebhokhwe, ngoxa babeswele,+ besezimbandezelweni,+ bephatheke kabuhlungu;+
6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.
33 “‘Nize ningalingcolisi ilizwe enikulo; kuba ligazi elingcolisa ilizwe,+ yaye ilizwe alinakucanyangushelwa ngenxa yegazi eliphalaziweyo kulo ngaphandle kwangegazi lalowo uliphalazileyo.+
4 nangenxa yegazi elimsulwa+ awaliphalazayo, kangangokude azalise iYerusalem ngegazi elimsulwa, yaye uYehova akazange avume ukuxolela.+
3 Kuba iintende zenu zingcoliswe ligazi,+ neminwe yenu sisiphoso. Imilebe yenu ithethe ubuxoki.+ Ulwimi lwenu ludumzela intswela-bulungisa.+
34 Emibhinqweni yakho kufunyenwe amabala egazi lemiphefumlo+ yamahlwempu amsulwa.+ Andiwafumananga kwisenzo sokuqhekeza, kodwa akuyo yonke le.+
30 yaye nithi, ‘Ukuba sasikho ngemihla yookhokho bethu, sasingayi kuba nasabelo nabo kwigazi labaprofeti.’+
37 Baxulutywa ngamatye,+ balingwa,+ banqunqwa ngesarha, bafa+ ngokubulawa ngogonyamelo ngekrele, babehambahamba ngeemfele zeegusha,+ ngeemfele zeebhokhwe, ngoxa babeswele,+ besezimbandezelweni,+ bephatheke kabuhlungu;+