IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 4:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngoko nangoko wathi kuGehazi:+ “Bhinqa isinqe+ sakho uze uthabathe umsimelelo wam+ ngesandla sakho uhambe. Ukuba kunokwenzeka uqubisane naye nabani na, ungambulisi;+ yaye ukuba kunokwenzeka ukuba nabani na akubulise, ungamphenduli. Uze ubeke umsimelelo wam ebusweni benkwenkwe.”+

  • 2 Kumkani 5:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Wandula uGehazi+ umlindi kaElisha umntu kaTHIXO oyinyaniso+ wathi: “Yabona inkosi yam imyekile uNahaman+ umSiriya ngokungakwamkeli oko ebekuzise ngesandla sakhe. Njengoko uYehova ephila,+ ndiya kumsukela, ndithabathe okuthile kuye.”+

  • 2 Kumkani 5:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngoko iqhenqa+ likaNahaman liya kunamathela kuwe nakwinzala yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.”+ Ngoko nangoko wemka phambi kwakhe, eneqhenqa elimhlophe njengekhephu.+

  • 2 Kumkani 8:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke kaloku ukumkani wayethetha noGehazi+ umlindi womntu kaTHIXO oyinyaniso, esithi: “Khawundibalisele zonke izinto ezinkulu ezenziwe nguElisha.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share