2 Kumkani 22:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kamva uHilekiya+ umbingeleli omkhulu wathi kuShafan+ unobhala:+ “Ndiyifumene incwadi yomthetho+ endlwini kaYehova.” Ngoko uHilekiya wamnika uShafan incwadi, waza wayifunda. 2 Kronike 34:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wandula ke ukumkani wayalela uHilekiya+ noAhikam+ unyana kaShafan noAbhedon unyana kaMika noShafan+ unobhala+ noAsaya+ umkhonzi kakumkani, esithi:
8 Kamva uHilekiya+ umbingeleli omkhulu wathi kuShafan+ unobhala:+ “Ndiyifumene incwadi yomthetho+ endlwini kaYehova.” Ngoko uHilekiya wamnika uShafan incwadi, waza wayifunda.
20 Wandula ke ukumkani wayalela uHilekiya+ noAhikam+ unyana kaShafan noAbhedon unyana kaMika noShafan+ unobhala+ noAsaya+ umkhonzi kakumkani, esithi: