Eksodus 22:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Kodwa ukuba ubani uboleke nto ithile kwidlelane lakhe,+ yaza yenzakala okanye yafa engekho umniniyo, makayibuyekeze.+ 2 Kumkani 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko wangena waza wamxelela umntu kaTHIXO oyinyaniso, yena wathi: “Hamba, uye kuyithengisa ioli uze uhlawule amatyala akho,+ yaye wena noonyana bakho niya kuphila ngoko kuseleyo.”+
14 “Kodwa ukuba ubani uboleke nto ithile kwidlelane lakhe,+ yaza yenzakala okanye yafa engekho umniniyo, makayibuyekeze.+
7 Ngoko wangena waza wamxelela umntu kaTHIXO oyinyaniso, yena wathi: “Hamba, uye kuyithengisa ioli uze uhlawule amatyala akho,+ yaye wena noonyana bakho niya kuphila ngoko kuseleyo.”+