1 Kumkani 19:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko wajika waya kuthabatha isipani seenkunzi zeenkomo wabingelela+ ngaso, inyama+ yeenkunzi zeenkomo wayipheka ngezixhobo zazo waza wayinika abantu, bayidla. Emva koko waphakama walandela uEliya kwaye waqalisa ukumlungiselela.+ 2 Kumkani 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wandula wathi uYehoshafati:+ “Akukho mprofeti kaYehova na apha?+ Ngoko masibuze kuYehova ngaye.”+ Ngoko omnye wabakhonzi bakakumkani wakwaSirayeli waphendula wathi: “Nanku uElisha+ unyana kaShafati, owagalela amanzi esandleni sikaEliya.”+
21 Ngoko wajika waya kuthabatha isipani seenkunzi zeenkomo wabingelela+ ngaso, inyama+ yeenkunzi zeenkomo wayipheka ngezixhobo zazo waza wayinika abantu, bayidla. Emva koko waphakama walandela uEliya kwaye waqalisa ukumlungiselela.+
11 Wandula wathi uYehoshafati:+ “Akukho mprofeti kaYehova na apha?+ Ngoko masibuze kuYehova ngaye.”+ Ngoko omnye wabakhonzi bakakumkani wakwaSirayeli waphendula wathi: “Nanku uElisha+ unyana kaShafati, owagalela amanzi esandleni sikaEliya.”+