2 Kronike 20:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko uYehoshafati nabantu bakhe beza kuphanga amaxhoba+ kubo, baza bafumana kubo iimpahla nezinxibo ezininzi nempahla enqwenelekayo; babahluba de abakwazi ukuzithwala.+ Kwathabatha iintsuku ezintathu ukuphanga amaxhoba, kuba ayemaninzi kakhulu. INdumiso 68:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanookumkani bemikhosi bayasaba, bayasaba.+Ke yena lowo uhlala ekhaya, ufumana isabelo sexhoba.+ Isaya 33:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yeha ke wena uphangayo, ube wena ngokwakho ungaphangwa, nawe wenza ngobuqhophololo, babe abanye bengenzi ngobuqhophololo kuwe!+ Wakugqiba ukuphanga, uya kuphangwa.+ Wakugqiba ukwenza ngobuqhophololo, baya kwenza ngobuqhophololo nakuwe.+
25 Ngoko uYehoshafati nabantu bakhe beza kuphanga amaxhoba+ kubo, baza bafumana kubo iimpahla nezinxibo ezininzi nempahla enqwenelekayo; babahluba de abakwazi ukuzithwala.+ Kwathabatha iintsuku ezintathu ukuphanga amaxhoba, kuba ayemaninzi kakhulu.
33 Yeha ke wena uphangayo, ube wena ngokwakho ungaphangwa, nawe wenza ngobuqhophololo, babe abanye bengenzi ngobuqhophololo kuwe!+ Wakugqiba ukuphanga, uya kuphangwa.+ Wakugqiba ukwenza ngobuqhophololo, baya kwenza ngobuqhophololo nakuwe.+