2 Kumkani 10:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngaloo mihla uYehova waqala ukumnciphisa ngokuthe ngcembe uSirayeli; yaye uHazayeli+ wabaxabela kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli, 2 Kumkani 12:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wandula uHazayeli+ ukumkani waseSiriya wenyuka waya kulwa nxamnye neGati+ waza wayithimba, emva koko uHazayeli wabhekisa ubuso bakhe+ ngaseYerusalem ukuba aye kulwa nayo.+ 2 Kumkani 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye umsindo kaYehova+ wavutha nxamnye noSirayeli, kangangokuba wamnikela esandleni sikaHazayeli+ ukumkani waseSiriya nasesandleni sikaBhen-hadadi+ unyana kaHazayeli yonke imihla yakhe. Amosi 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kweDamasko,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokuyibhula kwabo iGiliyadi+ ngezixhobo zokubhula zentsimbi.
32 Ngaloo mihla uYehova waqala ukumnciphisa ngokuthe ngcembe uSirayeli; yaye uHazayeli+ wabaxabela kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli,
17 Wandula uHazayeli+ ukumkani waseSiriya wenyuka waya kulwa nxamnye neGati+ waza wayithimba, emva koko uHazayeli wabhekisa ubuso bakhe+ ngaseYerusalem ukuba aye kulwa nayo.+
3 Yaye umsindo kaYehova+ wavutha nxamnye noSirayeli, kangangokuba wamnikela esandleni sikaHazayeli+ ukumkani waseSiriya nasesandleni sikaBhen-hadadi+ unyana kaHazayeli yonke imihla yakhe.
3 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kweDamasko,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokuyibhula kwabo iGiliyadi+ ngezixhobo zokubhula zentsimbi.