1 Kumkani 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngenxa yoko uKumkani uRehobhoham wenza amakhaka obhedu esikhundleni sawo, waza wawanikela ukuba alawulwe ziintloko zeembaleki,+ abalindi bomnyango wendlu kakumkani.+
27 Ngenxa yoko uKumkani uRehobhoham wenza amakhaka obhedu esikhundleni sawo, waza wawanikela ukuba alawulwe ziintloko zeembaleki,+ abalindi bomnyango wendlu kakumkani.+