Genesis 31:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ukuba uTHIXO kabawo,+ uTHIXO ka-Abraham noMnkwantyisi kaIsake,+ ebengekho kwicala lam, ngewundindulule ndilambatha. UThixo uzibonile iintsizi zam nokubulaleka kwezandla zam, waza ke wakohlwaya phezolo.”+ Eksodus 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+ ABagwebi 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye babashenxisa oothixo basemzini phakathi kwabo+ baza bakhonza uYehova,+ kangangokuba umphefumlo wakhe+ awuzange ukwazi ukunyamezela ngenxa yenkathazo kaSirayeli.+
42 Ukuba uTHIXO kabawo,+ uTHIXO ka-Abraham noMnkwantyisi kaIsake,+ ebengekho kwicala lam, ngewundindulule ndilambatha. UThixo uzibonile iintsizi zam nokubulaleka kwezandla zam, waza ke wakohlwaya phezolo.”+
7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+
16 Kwaye babashenxisa oothixo basemzini phakathi kwabo+ baza bakhonza uYehova,+ kangangokuba umphefumlo wakhe+ awuzange ukwazi ukunyamezela ngenxa yenkathazo kaSirayeli.+