Levitikus 26:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Niya kutshabalala phakathi kweentlanga,+ lize linidle linigqibe ilizwe leentshaba zenu. Duteronomi 28:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 “Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana zonke ukususela esiphelweni somhlaba kuse esiphelweni somhlaba,+ ukhonze thixo bambi khona ongabazanga, wena nookhokho bakho, abenziwe ngomthi nangelitye.+ 2 Kumkani 17:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 de uYehova wamshenxisa uSirayeli phambi kwakhe,+ kanye njengoko wayethethile ngabo bonke abakhonzi bakhe abaprofeti.+ Ngoko uSirayeli wemka emhlabeni wakhe waya ekuthinjweni eAsiriya de kube namhla.+
64 “Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana zonke ukususela esiphelweni somhlaba kuse esiphelweni somhlaba,+ ukhonze thixo bambi khona ongabazanga, wena nookhokho bakho, abenziwe ngomthi nangelitye.+
23 de uYehova wamshenxisa uSirayeli phambi kwakhe,+ kanye njengoko wayethethile ngabo bonke abakhonzi bakhe abaprofeti.+ Ngoko uSirayeli wemka emhlabeni wakhe waya ekuthinjweni eAsiriya de kube namhla.+