1 Kumkani 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+ 1 Kumkani 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe. 1 Kumkani 21:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye wenza okucekiseka kakhulu ngokulandela izithixo ezinezothe,+ njengoko onke ama-Amori enzayo, lawo uYehova wawagxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.’”+ 2 Kumkani 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengoko benzayo abendlu ka-Ahabhi;+ kuba intombi ka-Ahabhi yaba ngumfazi wakhe,+ yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova. 2 Kronike 28:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa wahamba ngeendlela zookumkani bakwaSirayeli,+ wabenzela ooBhahali+ imifanekiso etyhidiweyo.+
28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+
33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe.
26 Yaye wenza okucekiseka kakhulu ngokulandela izithixo ezinezothe,+ njengoko onke ama-Amori enzayo, lawo uYehova wawagxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.’”+
18 Wahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengoko benzayo abendlu ka-Ahabhi;+ kuba intombi ka-Ahabhi yaba ngumfazi wakhe,+ yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.