IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 12:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Uze ungenzi njalo kuYehova uThixo+ wakho, kuba yonke into ecekisekayo nethiyekileyo kuYehova, ziyenzile koothixo bazo, ngokuba kwanoonyana bazo neentombi zazo zizitshisa rhoqo emlilweni koothixo bazo.+

  • INdumiso 106:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Baxubana neentlanga+

      Yaye bafunda imisebenzi yazo.+

  • Hezekile 16:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Yaye akuhambanga ngeendlela zabo, ungenzanga nangokwezinto zabo ezicekisekayo.+ Ngethutyana nje ude wenza ngokonakeleyo ngakumbi kunabo ezindleleni zakho zonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share