IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba akusayi kuqubuda komnye uthixo,+ ngokuba uYehova, ogama lakhe linguKhwele, unguThixo onekhwele;+

  • Levitikus 26:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ndozitshabalalisa ngokuqinisekileyo iindawo zenu eziphakamileyo ezingcwele,+ ndizinqumle iziganga zenu zeziqhumiso ndize ndizibeke izidumbu zenu phezu kwezidumbu zezithixo zenu ezinezothe;+ yaye umphefumlo wam uya kusuka unenyanye.+

  • 1 Kumkani 12:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+

  • 1 Kumkani 21:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Yaye wenza okucekiseka kakhulu ngokulandela izithixo ezinezothe,+ njengoko onke ama-Amori enzayo, lawo uYehova wawagxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share