Eksodus 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uze ungabi nathixo bambi+ ngokuchasene nam. Levitikus 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Nize ningazenzeli oothixo abangenaxabiso,+ yaye ningazimiseli umfanekiso oqingqiweyo+ okanye intsika engcwele, yaye ningabeki litye njengomboniso+ ezweni lenu ukuze niqubude kulo;+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu. Duteronomi 4:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Zilumkeleni ukuze ningawulibali umnqophiso kaYehova uThixo wenu awawenzayo nani,+ ningazenzeli umfanekiso oqingqiweyo, wayo nayiphi na imbonakalo awakuyalela ngayo uYehova uThixo wakho.+
26 “‘Nize ningazenzeli oothixo abangenaxabiso,+ yaye ningazimiseli umfanekiso oqingqiweyo+ okanye intsika engcwele, yaye ningabeki litye njengomboniso+ ezweni lenu ukuze niqubude kulo;+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.
23 Zilumkeleni ukuze ningawulibali umnqophiso kaYehova uThixo wenu awawenzayo nani,+ ningazenzeli umfanekiso oqingqiweyo, wayo nayiphi na imbonakalo awakuyalela ngayo uYehova uThixo wakho.+