2 Samuweli 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Hamba, uye kuthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba wena ufanele undakhele indlu yokuba ndihlale na?+ 1 Kumkani 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuphela wena akuyi kuyakha ngokwakho indlu, kodwa unyana wakho ophuma esinqeni sakho nguye oya kulakhela indlu igama lam.’+ 1 Kronike 22:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa kwafika ilizwi likaYehova nxamnye nam, lisithi, ‘Uphalaze igazi elininzi kakhulu,+ yaye ulwe iimfazwe ezinkulu kakhulu.+ Akusayi kulakhela indlu igama lam,+ kuba uphalaze igazi elininzi kakhulu emhlabeni phambi kwam.
5 “Hamba, uye kuthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba wena ufanele undakhele indlu yokuba ndihlale na?+
19 Kuphela wena akuyi kuyakha ngokwakho indlu, kodwa unyana wakho ophuma esinqeni sakho nguye oya kulakhela indlu igama lam.’+
8 Kodwa kwafika ilizwi likaYehova nxamnye nam, lisithi, ‘Uphalaze igazi elininzi kakhulu,+ yaye ulwe iimfazwe ezinkulu kakhulu.+ Akusayi kulakhela indlu igama lam,+ kuba uphalaze igazi elininzi kakhulu emhlabeni phambi kwam.