Duteronomi 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+ Duteronomi 26:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 NoYehova, namhlanje ukubangele wathi uya kuba sisizwana sakhe, inqobo kuye,+ kanye njengoko wakuthembisayo,+ nokuthi uya kuyigcina yonke imiyalelo yakhe, 1 Samuweli 12:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba uYehova akayi kubalahla+ abantu bakhe ngenxa yegama lakhe elikhulu,+ ngenxa yokuba uYehova ukuthabathele kuye ukunenza abantu bakhe.+
6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+
18 NoYehova, namhlanje ukubangele wathi uya kuba sisizwana sakhe, inqobo kuye,+ kanye njengoko wakuthembisayo,+ nokuthi uya kuyigcina yonke imiyalelo yakhe,
22 Kuba uYehova akayi kubalahla+ abantu bakhe ngenxa yegama lakhe elikhulu,+ ngenxa yokuba uYehova ukuthabathele kuye ukunenza abantu bakhe.+