1 Kronike 27:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 UDavide akalithabathanga inani labaminyaka imashumi mabini ubudala nabangaphantsi, ngenxa yokuba uYehova wathembisa ukumandisa uSirayeli njengeenkwenkwezi zamazulu.+
23 UDavide akalithabathanga inani labaminyaka imashumi mabini ubudala nabangaphantsi, ngenxa yokuba uYehova wathembisa ukumandisa uSirayeli njengeenkwenkwezi zamazulu.+