1 Kumkani 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kwaye uYuda+ noSirayeli baqhubeka behleli ngonqabiseko,+ wonk’ ubani phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ ukusuka kwaDan kuse eBher-shebha,+ yonke imihla kaSolomon. 1 Kumkani 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye ngoku uYehova uThixo wam undinike ukuphumla macala onke.+ Akukho mchasi, kwaye akukho nto imbi yenzekayo.+
25 Kwaye uYuda+ noSirayeli baqhubeka behleli ngonqabiseko,+ wonk’ ubani phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ ukusuka kwaDan kuse eBher-shebha,+ yonke imihla kaSolomon.
4 Yaye ngoku uYehova uThixo wam undinike ukuphumla macala onke.+ Akukho mchasi, kwaye akukho nto imbi yenzekayo.+