Eksodus 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Wena ke, sondeza kuwe uAron umntakwenu enoonyana bakhe, umthabathe phakathi koonyana bakaSirayeli, abe ngumbingeleli kum,+ uAron,+ uNadabhi noAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana baka-Aron. Hebhere 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kanjalo, umntu uyithabatha le mbeko, kungengakuzithandela,+ kodwa kuphela xa ebizwe nguThixo,+ kanye njengoko kwakunjalo nangoAron.+
28 “Wena ke, sondeza kuwe uAron umntakwenu enoonyana bakhe, umthabathe phakathi koonyana bakaSirayeli, abe ngumbingeleli kum,+ uAron,+ uNadabhi noAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana baka-Aron.
4 Kanjalo, umntu uyithabatha le mbeko, kungengakuzithandela,+ kodwa kuphela xa ebizwe nguThixo,+ kanye njengoko kwakunjalo nangoAron.+