Yoshuwa 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 yaye uYoshuwa wabenzela amaqashiso eShilo phambi koYehova.+ Ngaloo ndlela uYoshuwa wabahlulela ilizwe oonyana bakaSirayeli ngokwezabelo zabo.+ 1 Kronike 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko benza amaqashiso+ ngezinto ezazimele zinyanyekelwe, omncinane ebefana kanye nomkhulu,+ ingcali+ kunye nomfundi. IMizekeliso 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Iqashiso liphoswa esondweni lengubo,+ kodwa sonke isigqibo sivela kuYehova.+ IZenzo 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko benza amaqashiso+ ngabo, laza iqashiso lawela kuMatiya; wabalelwa kubapostile abalishumi elinanye.+
10 yaye uYoshuwa wabenzela amaqashiso eShilo phambi koYehova.+ Ngaloo ndlela uYoshuwa wabahlulela ilizwe oonyana bakaSirayeli ngokwezabelo zabo.+
8 Ngoko benza amaqashiso+ ngezinto ezazimele zinyanyekelwe, omncinane ebefana kanye nomkhulu,+ ingcali+ kunye nomfundi.
26 Ngoko benza amaqashiso+ ngabo, laza iqashiso lawela kuMatiya; wabalelwa kubapostile abalishumi elinanye.+