2 Samuweli 23:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke yena uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ unyana wendoda elikroti, owenza izenzo ezininzi eKabhetseli,+ waxabela oonyana ababini baka-Ariyeli wakwaMowabhi; kwaye yena mhla ngekhephu wehla waza waxabela ingonyama+ phakathi emhadini wamanzi.+
20 Ke yena uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ unyana wendoda elikroti, owenza izenzo ezininzi eKabhetseli,+ waxabela oonyana ababini baka-Ariyeli wakwaMowabhi; kwaye yena mhla ngekhephu wehla waza waxabela ingonyama+ phakathi emhadini wamanzi.+