-
1 Samuweli 17:28INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
28 Waza uEliyabhi+ umkhuluwa wakhe wamva njengoko wayethetha kuloo madoda, yaye wavutha umsindo kaEliyabhi kuDavide,+ kangangokuba wathi: “Kutheni na ukuze uhle? Uzishiye elugcinweni lukabani na ezaa zimvu zimbalwa emva phaya entlango?+ Mna lo ndikwazi kakuhle ukukhukhumala kwakho nobubi bentliziyo yakho,+ ngenxa yokuba uhle ngenjongo yokubona idabi.”+
-