2 Kronike 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Iveranda+ eyayingaphambi kwecala elide yayiziikubhite ezingamashumi amabini ngaphambi kwecala elibanzi lendlu, ukuphakama kwayo kwakulikhulu elinamashumi amabini; wayaleka ngaphakathi ngegolide esulungekileyo.
4 Iveranda+ eyayingaphambi kwecala elide yayiziikubhite ezingamashumi amabini ngaphambi kwecala elibanzi lendlu, ukuphakama kwayo kwakulikhulu elinamashumi amabini; wayaleka ngaphakathi ngegolide esulungekileyo.