Eksodus 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngulo Aron noMoses awathi kubo uYehova:+ “Bakhupheni oonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa ngokwemikhosi yabo.”+ IZenzo 7:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Nguye lowo+ waba phakathi kwebandla+ entlango kunye nengelosi+ eyathetha kuye eNtabeni yeSinayi kunye nookhokho bethu, yaye wamkela izibhengezo ezingcwele+ eziphilayo ukuze azinike nina. Hebhere 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wayethembekile+ kuLowo wamenzayo, njengoko noMoses+ wayenjalo kuyo yonke indlu yaLowo.+
26 Ngulo Aron noMoses awathi kubo uYehova:+ “Bakhupheni oonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa ngokwemikhosi yabo.”+
38 Nguye lowo+ waba phakathi kwebandla+ entlango kunye nengelosi+ eyathetha kuye eNtabeni yeSinayi kunye nookhokho bethu, yaye wamkela izibhengezo ezingcwele+ eziphilayo ukuze azinike nina.