Eksodus 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Wena ke, sondeza kuwe uAron umntakwenu enoonyana bakhe, umthabathe phakathi koonyana bakaSirayeli, abe ngumbingeleli kum,+ uAron,+ uNadabhi noAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana baka-Aron. 1 Kronike 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Noko ke, uNadabhi noAbhihu+ bafa phambi koyise,+ bengenabo oonyana, kodwa uEleyazare+ noItamare baqhubeka besebenza njengababingeleli.
28 “Wena ke, sondeza kuwe uAron umntakwenu enoonyana bakhe, umthabathe phakathi koonyana bakaSirayeli, abe ngumbingeleli kum,+ uAron,+ uNadabhi noAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana baka-Aron.
2 Noko ke, uNadabhi noAbhihu+ bafa phambi koyise,+ bengenabo oonyana, kodwa uEleyazare+ noItamare baqhubeka besebenza njengababingeleli.