IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 4:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Yiyo leyo inkonzo yeentsapho zoonyana bamaGershon+ ententeni yokuhlangana, yaye imbopheleleko yabo yoba sesandleni sikaItamare+ unyana ka-Aron umbingeleli.

  • 1 Kronike 24:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kodwa bona oonyana bakaEleyazare bafunyanwa benamadoda aziintloko amaninzi kakhulu kunoonyana bakaItamare. Ngoko ke babelwa koonyana bakaEleyazare, njengeentloko zezindlu zooyise, zilishumi elinesithandathu, bona oonyana bakaItamare, njengeentloko zezindlu zooyise, zisibhozo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share