2 Samuweli 23:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngawo la amagama amadoda kaDavide anamandla:+ uYoshebhi-bhashebheti+ umTahakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu asibhozo abulawa ngasihlandlo sinye. 1 Kronike 27:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Phezu kwesahlulo sokuqala kweyokuqala inyanga yayinguYashobheyam+ unyana kaZabhediyeli, kwisahlulo sakhe kwakukho amashumi amabini anesine amawaka.
8 Ngawo la amagama amadoda kaDavide anamandla:+ uYoshebhi-bhashebheti+ umTahakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu asibhozo abulawa ngasihlandlo sinye.
2 Phezu kwesahlulo sokuqala kweyokuqala inyanga yayinguYashobheyam+ unyana kaZabhediyeli, kwisahlulo sakhe kwakukho amashumi amabini anesine amawaka.