ABagwebi 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waza umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ayiqwenge kubini, kanye njengoko ubani eqwenga itakane eliyinkunzi kubini, kwaye kwakungekho nto konke konke esandleni sakhe. Akazange amxelele uyise okanye unina into ayenzileyo. 1 Samuweli 17:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Zombini ingonyama nebhere umkhonzi wakho lo wazibulala; kwaye lo mFilisti+ ungalukanga umele abe njengenye yazo, kuba ungcikive+ izintlu zedabi+ zoTHIXO ophilayo.”+ 2 Samuweli 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 USawule noYonatan,+ abathandekayo nabahle ebudeni bobomi babo,Nasekufeni kwabo abahlulwanga.+Babekhawuleza ngakumbi kuneenkozi,+Babenamandla ngakumbi kuneengonyama.+
6 Waza umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ayiqwenge kubini, kanye njengoko ubani eqwenga itakane eliyinkunzi kubini, kwaye kwakungekho nto konke konke esandleni sakhe. Akazange amxelele uyise okanye unina into ayenzileyo.
36 Zombini ingonyama nebhere umkhonzi wakho lo wazibulala; kwaye lo mFilisti+ ungalukanga umele abe njengenye yazo, kuba ungcikive+ izintlu zedabi+ zoTHIXO ophilayo.”+
23 USawule noYonatan,+ abathandekayo nabahle ebudeni bobomi babo,Nasekufeni kwabo abahlulwanga.+Babekhawuleza ngakumbi kuneenkozi,+Babenamandla ngakumbi kuneengonyama.+