2 Samuweli 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke kaloku babelapho oonyana abathathu bakaTseruya,+ uYowabhi+ noAbhishayi+ noAsaheli;+ ke uAsaheli wayenamendu ezinyaweni zakhe, njengelinye lamabhadi+ asendle. 2 Samuweli 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa wala ukujika; waza uAbhinere wamhlaba ngoluthi lomkhonto esiswini,+ ngokokuze umkhonto uye kuphuma emhlana; wawa ke apho waza wafela apho wayekhona. Bonke abo babefika kwindawo awayewele kuyo uAsaheli waza wafa babesima ngxi.+ 2 Samuweli 23:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UAsaheli+ umntakwabo Yowabhi wayephakathi kwamashumi lawo mathathu; uElihanan+ unyana kaDodo waseBhetelehem, 1 Kronike 27:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Owesine kweyesine inyanga yayinguAsaheli,+ umzalwana kaYowabhi,+ noZebhadiya unyana wakhe emva kwakhe, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.
18 Ke kaloku babelapho oonyana abathathu bakaTseruya,+ uYowabhi+ noAbhishayi+ noAsaheli;+ ke uAsaheli wayenamendu ezinyaweni zakhe, njengelinye lamabhadi+ asendle.
23 Kodwa wala ukujika; waza uAbhinere wamhlaba ngoluthi lomkhonto esiswini,+ ngokokuze umkhonto uye kuphuma emhlana; wawa ke apho waza wafela apho wayekhona. Bonke abo babefika kwindawo awayewele kuyo uAsaheli waza wafa babesima ngxi.+
24 UAsaheli+ umntakwabo Yowabhi wayephakathi kwamashumi lawo mathathu; uElihanan+ unyana kaDodo waseBhetelehem,
7 Owesine kweyesine inyanga yayinguAsaheli,+ umzalwana kaYowabhi,+ noZebhadiya unyana wakhe emva kwakhe, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.