Yoshuwa 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye oonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase+ sadlula sixhotyiselwe idabi+ emehlweni oonyana bakaSirayeli, kanye njengoko uMoses wayetshilo kubo.+
12 Yaye oonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase+ sadlula sixhotyiselwe idabi+ emehlweni oonyana bakaSirayeli, kanye njengoko uMoses wayetshilo kubo.+