Yoshuwa 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye umele wenze kwiAyi nakukumkani wayo kanye njengoko wenzayo kwiYeriko nakukumkani wayo.+ Kuphela nje ninokuwaphanga wona amaxhoba ayo nezilwanyana zayo zasekhaya.+ Bekani abantu basilalele isixeko ngasemva.”+ INdumiso 18:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Izandla zam uzifundisa imfazwe,+Neengalo zam zigobe isaphetha sobhedu.+
2 Yaye umele wenze kwiAyi nakukumkani wayo kanye njengoko wenzayo kwiYeriko nakukumkani wayo.+ Kuphela nje ninokuwaphanga wona amaxhoba ayo nezilwanyana zayo zasekhaya.+ Bekani abantu basilalele isixeko ngasemva.”+