Duteronomi 23:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngokuba uYehova uThixo wakho uhambahamba phakathi kwenkampu yakho ukuba akuhlangule,+ azinikele iintshaba zakho kuwe;+ ngoko ke imele ibe ngcwele inkampu yakho,+ ukuze angaboni nto ingandilisekanga kuwe aze emke angakupheleki.+ ABagwebi 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoku uDebhora wathi kuBharaki: “Sukuma, kuba ngokuqinisekileyo le yimini uYehova aya kumnikela ngayo uSisera esandleni sakho. UYehova akaphumanga phambi kwakho na?”+ Yaye uBharaki wehla kwiNtaba yaseTabhore enamadoda angamawaka alishumi emva kwakhe. Isaya 45:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ndiya kuhamba phambi kwakho,+ neendawo ezithe fuku emhlabeni ndiya kuzityeneneza.+ Iingcango zobhedu ndiya kuziqhekeza, nemivalo yentsimbi ndiya kuyinqumla.+
14 Ngokuba uYehova uThixo wakho uhambahamba phakathi kwenkampu yakho ukuba akuhlangule,+ azinikele iintshaba zakho kuwe;+ ngoko ke imele ibe ngcwele inkampu yakho,+ ukuze angaboni nto ingandilisekanga kuwe aze emke angakupheleki.+
14 Ngoku uDebhora wathi kuBharaki: “Sukuma, kuba ngokuqinisekileyo le yimini uYehova aya kumnikela ngayo uSisera esandleni sakho. UYehova akaphumanga phambi kwakho na?”+ Yaye uBharaki wehla kwiNtaba yaseTabhore enamadoda angamawaka alishumi emva kwakhe.
2 “Ndiya kuhamba phambi kwakho,+ neendawo ezithe fuku emhlabeni ndiya kuzityeneneza.+ Iingcango zobhedu ndiya kuziqhekeza, nemivalo yentsimbi ndiya kuyinqumla.+