1 Kronike 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bobakho, Yehova, ubukhulu+ namandla+ nobuhle+ nokubalasela+ nesidima;+ kuba yonk’ into esemazulwini nesemhlabeni yeyakho.+ Bobakho ubukumkani,+ Yehova, Wena uphakamileyo njengentloko yezinto zonke.+ Daniyeli 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Lowo ke ngummiselo wabalindi,+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu+ yaye ubunika lowo athanda ukumnika,+ nkqu noyena uphantsi ebantwini.”+
11 Bobakho, Yehova, ubukhulu+ namandla+ nobuhle+ nokubalasela+ nesidima;+ kuba yonk’ into esemazulwini nesemhlabeni yeyakho.+ Bobakho ubukumkani,+ Yehova, Wena uphakamileyo njengentloko yezinto zonke.+
17 Lowo ke ngummiselo wabalindi,+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu+ yaye ubunika lowo athanda ukumnika,+ nkqu noyena uphantsi ebantwini.”+