IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 15:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngoko uDavide wathi kwiintloko zabaLevi mazimise abazalwana bazo abaziimvumi+ nezixhobo zeengoma,+ imirhubhe+ neehadi+ namacangci,+ bazidlale ngokuvakalayo ukuze zenze isandi semihlali.

  • 2 Kronike 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 abaLevi+ ababeziimvumi kubo bonke, abangaba, abakwa-Asafu,+ abakwaHeman+ abakwaYedutun+ naboonyana babo nababantakwabo ababembeswe ngelaphu elicikizekileyo bephethe amacangci+ nemirhubhe+ neehadi,+ bema ngasempuma esibingelelweni kunye nababingeleli belikhulu elinamashumi amabini bekhalisa amaxilongo;+

  • 2 Kronike 9:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kwaye ukumkani wenzela indlu kaYehova nendlu kakumkani+ izinyuko+ ngamaplanga omthi womalgumi neehadi+ nemirhubhe+ yeemvumi,+ yaye anjengala awazange abonwe ngaphambili kwilizwe lakwaYuda.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share