IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 29:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngelo xesha, wabamisa abaLevi+ endlwini kaYehova, namacangci,+ nemirhubhe+ neehadi,+ ngokomyalelo kaDavide+ noGadi+ iimboni noNatan+ umprofeti, kuba kwakungesandla sikaYehova ukuba umyalelo unikezelwe ngabaprofeti.+

  • Ezra 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Xa abakhi babeka isiseko+ setempile kaYehova, ababingeleli bekwizinxibo zasemthethweni,+ benamaxilongo,+ nabaLevi oonyana baka-Asafu,+ benamacangci,+ bema ukuze badumise uYehova ngokolwalathiso+ lukaDavide ukumkani wakwaSirayeli.

  • Nehemiya 12:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kwaye ekusungulweni+ kodonga lwaseYerusalem kwafunwa abaLevi, ukuba bakhutshwe kuzo zonke iindawo zabo baye eYerusalem ukuze kusungulwe ngemihlali nangemibulelo+ nangengoma,+ amacangci nemirhubhe+ nangeehadi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share