IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 11:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Kwaye unyana wakhe ndiya kumnika isizwe esinye, ukuze uDavide umkhonzi wam aqhubeke enesibane lonke ixesha phambi kwam eYerusalem,+ isixeko endizinyulele sona ukuba ndibeke igama lam apho.+

  • 2 Kumkani 8:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yaye uYehova akazange afune ukumonakalisa uYuda+ ngenxa kaDavide umkhonzi wakhe,+ kanye njengoko wayemthembisile ukumnika isibane+ ngalo lonke ixesha yena noonyana bakhe.

  • INdumiso 132:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UYehova ufungile kuDavide,+

      Enyanisweni akayi kuhlehla kuko oko:+

      “Owesiqhamo sesisu sakho+

      Ndiya kumbeka etroneni yakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share