2 Kumkani 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye kwathi ngemini elandelayo wathabatha isigqubuthelo somandlalo waza wasithi nkxu emanzini, wasaneka ebusweni bakhe,+ kangangokuba wafa.+ Yaye uHazayeli+ walawula esikhundleni sakhe. 2 Kumkani 10:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngaloo mihla uYehova waqala ukumnciphisa ngokuthe ngcembe uSirayeli; yaye uHazayeli+ wabaxabela kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli,
15 Yaye kwathi ngemini elandelayo wathabatha isigqubuthelo somandlalo waza wasithi nkxu emanzini, wasaneka ebusweni bakhe,+ kangangokuba wafa.+ Yaye uHazayeli+ walawula esikhundleni sakhe.
32 Ngaloo mihla uYehova waqala ukumnciphisa ngokuthe ngcembe uSirayeli; yaye uHazayeli+ wabaxabela kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli,