2 Kumkani 12:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wandula uHazayeli+ ukumkani waseSiriya wenyuka waya kulwa nxamnye neGati+ waza wayithimba, emva koko uHazayeli wabhekisa ubuso bakhe+ ngaseYerusalem ukuba aye kulwa nayo.+
17 Wandula uHazayeli+ ukumkani waseSiriya wenyuka waya kulwa nxamnye neGati+ waza wayithimba, emva koko uHazayeli wabhekisa ubuso bakhe+ ngaseYerusalem ukuba aye kulwa nayo.+