Genesis 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye wayahlula ngobusuku imikhosi yakhe,+ yena namakhoboka akhe, ngokunxamnye nabo, waza ngaloo ndlela waboyisa, wabasukela ukusa eHobha, ekumntla weDamasko. 1 Kronike 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Xa iSiriya yaseDamasko yeza kuncedisa uHadadezere ukumkani waseTsobha,+ uDavide waxabela kumaSiriya amadoda angamashumi amabini anesibini amawaka.
15 Yaye wayahlula ngobusuku imikhosi yakhe,+ yena namakhoboka akhe, ngokunxamnye nabo, waza ngaloo ndlela waboyisa, wabasukela ukusa eHobha, ekumntla weDamasko.
5 Xa iSiriya yaseDamasko yeza kuncedisa uHadadezere ukumkani waseTsobha,+ uDavide waxabela kumaSiriya amadoda angamashumi amabini anesibini amawaka.