2 Kronike 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Oonyana bakaSirayeli basaba basuka phambi kukaYuda, waza uThixo wabanikela esandleni sakhe.+ 2 Kronike 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehu+ unyana kaHanani+ imboni+ waphuma phambi kwakhe waza wathi kuKumkani uYehoshafati: “Ngaba uncedo lumele lunikwe+ abantu abangendawo, ngaba ufanele ubathande+ abo bamthiyayo+ uYehova? Yaye ngenxa yesi senzo umcaphukisile+ uYehova.
2 UYehu+ unyana kaHanani+ imboni+ waphuma phambi kwakhe waza wathi kuKumkani uYehoshafati: “Ngaba uncedo lumele lunikwe+ abantu abangendawo, ngaba ufanele ubathande+ abo bamthiyayo+ uYehova? Yaye ngenxa yesi senzo umcaphukisile+ uYehova.