IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 19:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwaye uYehova wahlabela mgama wathi kuMoses: “Yiya ebantwini, ubangcwalise namhlanje nangomso, bazihlambe iingubo zabo zokwaleka.+

  • Numeri 8:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngoko ke bazisulungekisa+ abaLevi baza bahlamba nezambatho zabo, waza uAron wabatshangazisa njengomnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.+ Wandula ke uAron wabacamagushela ukuze bahlambuluke.+

  • 2 Kronike 29:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Kuphela ababingeleli+ babembalwa, yaye ababanga nako ukuyihlinza yonke iminikelo etshiswayo.+ Ngoko abazalwana babo+ abaLevi babancedisa de umsebenzi wagqitywa+ de nababingeleli bazingcwalisa, kuba abaLevi babenentliziyo ethe tye+ ekuzingcwaliseni+ kunababingeleli.

  • 2 Kronike 30:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba uHezekiya ukumkani wakwaYuda wanikela+ ngenxa yebandla iinkunzi zeenkomo eziliwaka nezimvu ezingamawaka asixhenxe, neenkosana+ zanikela ngenxa yebandla iwaka leenkunzi zeenkomo neshumi lamawaka ezimvu; ababingeleli+ baqhubeka bezingcwalisa ngenani elininzi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share