Duteronomi 17:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Umele uhlale kuye, awufunde imihla yonke yobomi bakhe,+ ukuze afunde ukumoyika uYehova uThixo wakhe nokuwagcina onke amazwi alo mthetho nale mimiselo ukuba ayenze;+ INdumiso 119:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Ndiza kuthetha ngezikhumbuzo zakho phambi kookumkani,+Andiyi kuba nazintloni.+
19 “Umele uhlale kuye, awufunde imihla yonke yobomi bakhe,+ ukuze afunde ukumoyika uYehova uThixo wakhe nokuwagcina onke amazwi alo mthetho nale mimiselo ukuba ayenze;+