Eksodus 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko uMoses noAron baya kuFaro baza bathi kuye: “Utsho uYehova uTHIXO wamaHebhere ukuthi, ‘Koda kube nini na usala ukuzithoba kum?+ Bandulule abantu bam baye kundikhonza. 2 Kronike 32:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Noko ke, uHezekiya wazithoba+ kwikratshi lentliziyo yakhe, yena nabemi baseYerusalem, yaye ukucaphuka kukaYehova akubafikelanga ngemihla kaHezekiya.+ Daniyeli 5:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Wena ke, nyana wakhe Bheleshatsare,+ akuyithobanga intliziyo yakho,+ nangona ubukwazi konke oku.+ Yakobi 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Zithobeni emehlweni kaYehova,+ yaye uya kuniphakamisa.+ 1 Petros 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Zithobeni, ke ngoko, phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elililo;+
3 Ngoko uMoses noAron baya kuFaro baza bathi kuye: “Utsho uYehova uTHIXO wamaHebhere ukuthi, ‘Koda kube nini na usala ukuzithoba kum?+ Bandulule abantu bam baye kundikhonza.
26 Noko ke, uHezekiya wazithoba+ kwikratshi lentliziyo yakhe, yena nabemi baseYerusalem, yaye ukucaphuka kukaYehova akubafikelanga ngemihla kaHezekiya.+
22 “Wena ke, nyana wakhe Bheleshatsare,+ akuyithobanga intliziyo yakho,+ nangona ubukwazi konke oku.+
6 Zithobeni, ke ngoko, phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elililo;+