2 Kronike 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+
3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+