1 Kumkani 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwaye umkhonzi wakho uphakathi kwabantu bakho obanyulileyo,+ inkitha yesizwana esingenakubalwa okanye silinganiswe ngobuninzi.+ INdumiso 72:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngamana angaligweba ngobulungisa ityala labantu bakho+Nelabaxhwalekileyo bakho ngemimiselo.+
8 Kwaye umkhonzi wakho uphakathi kwabantu bakho obanyulileyo,+ inkitha yesizwana esingenakubalwa okanye silinganiswe ngobuninzi.+