INdumiso 86:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndiyalele, Yehova, ngendlela yakho.+Ndiya kuhamba enyanisweni yakho.+Yenze imanyane intliziyo yam ukuba iloyike igama lakho.+ INdumiso 119:102 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 102 Andiphambukanga kwizigwebo zakho,+Kuba wena undiyalele.+ Isaya 30:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kuninika isonka sokubandezeleka namanzi engcinezelo;+ kanti umYaleli Ozukileyo akayi kuba sazifihla, namehlo akho amele abe ngamehlo abona umYaleli Ozukileyo wakho.+ Isaya 54:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bonke oonyana bakho+ baya kufundiswa nguYehova,+ lube lukhulu uxolo loonyana bakho.+
11 Ndiyalele, Yehova, ngendlela yakho.+Ndiya kuhamba enyanisweni yakho.+Yenze imanyane intliziyo yam ukuba iloyike igama lakho.+
20 Yaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kuninika isonka sokubandezeleka namanzi engcinezelo;+ kanti umYaleli Ozukileyo akayi kuba sazifihla, namehlo akho amele abe ngamehlo abona umYaleli Ozukileyo wakho.+