Hoseya 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndiya kuhamba, ndibuyele endaweni yam de balithwale ityala labo;+ ngokuqinisekileyo baya kubufuna ubuso bam.+ Xa besengxakini enkulu,+ baya kundifuna.”+
15 Ndiya kuhamba, ndibuyele endaweni yam de balithwale ityala labo;+ ngokuqinisekileyo baya kubufuna ubuso bam.+ Xa besengxakini enkulu,+ baya kundifuna.”+