Duteronomi 30:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 wabuyela kuYehova uThixo wakho,+ waliphulaphula ilizwi lakhe njengako konke endikuyalela kona namhlanje, wena noonyana bakho, ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke,+ IMizekeliso 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+ Isaya 55:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+
2 wabuyela kuYehova uThixo wakho,+ waliphulaphula ilizwi lakhe njengako konke endikuyalela kona namhlanje, wena noonyana bakho, ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke,+
13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+
7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+